Saltar al contenido
Portada de Vukani

Canción

Vukani

Kabza De Small, Msaki

Tutu, 2026, xhosa

Letra

Elige hasta seis versos para crear una tarjeta.

Xesha seliphelile
Abafayo mabavuke
Sizwe sesiqathiwe
Abafayo sekusile
Ngabakuthatwa ntoni
Nxasivalwe amehlo
Kwakhala nyonini ixesha alisekho
Vukani bantu bokukhanya
Vukani bantu bokukhanya, ixesha lifikile
Vukani bantu bokukhanya
Vukani bantu bokukhanya, ixesha lifikile
Vukani bantu bokukhanya
Vukani bantu bokukhanya, ixesha lifikile
Okwenyama
Okomoya
Okomoya kuzovela konke
Okwenyama kuzovuma
Okomoya kuzovela konke
Okomoya kuzovela
Okomoya kuzovela konke
Okomoya kuzovela konke
Vukani bantu bokukhanya
Vukani bantu bokukhanya, ixesha lifikile
Vukani bantu bokukhanya
Vukani bantu bokukhanya, ixesha lifikile
Vukani bantu bokukhanya
Vukani bantu bokukhanya, ixesha lifikile
Okomoya kuzonqoba
Okomoya kuzonqoba, kuzonqoba konke
Okomoya
Vukani bantu bokukhanya
Vukani bantu bokukhanya, ixesha lifikile
Vukani bantu bokukhanya
Vukani bantu bokukhanya, ixesha lifikile
Vukani bantu bokukhanya
Vukani bantu bokukhanya, ixеsha lifikile
Vukani bantu bokukhanya
Vukani bantu bokukhanya, ixesha lifikile